Текст песни
Kudalwa, Ndilendile mna. Izithembiso zonke kangizenze nge nanini Na. Kudalwa, Ndizamamna. Ukubayile ntombi funayo Wesithandwa sam. Ekugqibeleni ndifumene njoni. Izikhalazo nokundiceka nje. Ngobundiyahamba xesha Lifikile. Ngobundiyahamba xesha Lifikile. Mna ndiyahamba, Sithandwa ndiyakshiya. Mna ndiyahamba, ngoba Kwanele ma. Mna ndiyahamba, sithandwa ndiyakshiya. Mna Ndiyahamba, ngoba kwanele ma. Ndithiniwe, ndibonile, ndifundile. Ndawushange icengishala. Ukhalaza ukhalaza ungayeki. Dinwe ngokuthenjiswa nguwe. Uhambo uhambo ndithetha. Usithi uthiniwe ndim. Ngobundiyahamba mna, Xesha lifikile. Ngobundiyahamba mna, Xesha lifikile. Mna ndiyahamba, sithandwa Ndiyakshiya. Mna ndiyahamba, ngoba kwanele Ma. Mna ndiyahamba, sithandwa Ndiyakshiya. Mna ndiyahamba, ngoba kwanele Ma. Mna ndiyahamba, Sithandwa ndiyakshiya. Mna ndiyahamba, ngoba kwanele Ma. Mna ndiyahamba, Sithandwa ndiyakshiya. Mna ndiyahamba, ngoba Kwanele ma. Mna ndiyahamba, sithandwa Ndiyakshiya. Mna ndiyahamba, ndiyakshiya. Mna ndiyahamba, ngoba kwanele Ma.
DJ Toots, Luleka — Ndiyahamba
«Ndiyahamba» — DJ Toots, Luleka. Читайте текст песни и подпевайте с караоке-подсветкой: строки текста подсвечиваются в такт музыке. Слушайте онлайн бесплатно или скачайте mp3. Длительность записи — 7:18. Жанр — Хаус.
