Текст песни
Unguthixo wayekho izolo, okuyo namhlanje, Ozaba khoyo ngaphandle. Awunangqale koThixo, futhi awunangqibeko. Akwapho ndikazifikelela wena khona. Ukho endaweni zonke ngamaxesha onke. Ngoba Unguthixo. Ukho endaweni Zonke. Ukho ngamaxesha Wonke. Ukho ngamaxesha Wonke. Thixo, Thixo Hakunangqale. Thixo, Thixo Hakunangqibeko. Ukho endaweni zonke. Ukho endaweni Zonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ukho Ngamaxesha Wonke. Ngabo. Ukho ngamaxesha wonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ngamaxesha wonke. Ukho. Ukho ngamaxesha Wonke. Thixo wami. Thixo hakunangqale. Thixo, Thixo Hakunangqibeko. Wena wangu alfa and omega. Ukho endaweni Zonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ngamaxesha Wonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ukho ngamaxesha Wonke. Ukho ngamaxesha wonke. Ukho ngamaxesha Wonke.
EMMA — Ukhon'endaweni Yonke
«Ukhon'endaweni Yonke» — EMMA. Читайте текст песни и подпевайте с караоке-подсветкой: строки текста подсвечиваются в такт музыке. Слушайте онлайн бесплатно или скачайте mp3. Длительность записи — 3:25. Жанр — Религиозная музыка.
